Hi there! I am Noxolo W. Fihla, a proponent of URCSA waiting to be called to a congregation.

I am a strong believer that the power of nature lies in this; that it gives back what has been given to it. If we preserve nature, it too in turn will preserve us.

It is a privilege to be part of the Green Team’s vision. It places me in the right place to stand where God stands and be concerned with what concerns Him about our (human) interaction with nature. To be on a platform that creates awareness and opens conversations about the works of God’s hands in entirety is a great joy to me.

 

Bhotani Nonke!

NdinguNoxolo W. Fihla, umngeneli-bufundisi webandla laseURCSA olinde ubizo lwebandla.

Ndikholelwa kakhulu kwindalo kuba yona ibuyisa oko ibisele ikunikiwe. Ukuba siyayilondoloza nayo iza kusilondoloza.

Kuyinyhweba enkulu kum ukuba yinxalenye yombono weGreen Team. Lo nto indibeka emhlabeni obanzi ukuze ndime apho uThixo emi khona, ndizikhathaze ngezinto anenkathalo ngazo malunga nonxulumano phakathi koluntu kunye nendalo. Ukuba sendaweni ephawulayo neyenza siphaphe kwakhona evula iingxoxo malunga nemisebenzi yezandla zikaSomandla, kuluchulumanco kum.